- UMSEBENZI WABATHUNYWA 1
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 2
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 3
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 4
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 5
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 6
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 7
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 8
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 9
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 10
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 11
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 12
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 13
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 14
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 15
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 16
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 17
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 18
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 19
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 20
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 21
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 22
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 23
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 24
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 25
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 26
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 27
- UMSEBENZI WABATHUNYWA 28
- Zinikele eNkosini uYesu; uya kusindiswa wena nosapho lwakho.
- Phakathi kobusuku uPawulos noSilas bathandaza bacula bedumisa uThixo, namanye amabanjwa ebeva.
- Usindiso lufumaneka ngaye kuphela, kuba akukho wumbi emhlabeni ogama uThixo alinike uluntu, esingasindiswa ngalo.
- Thina kaloku sanikwa lo myalelo yiNkosi:
“ ‘Ndikumisele ukuba ube sisibane sokukhanyisela iintlanga,
ube yindlela yokusindiswa kwalo lonke elimiweyo.’” - Guqukani ke ngoko, nibuyele kuThixo, ukuze zicinywe izono zenu.
- Wathi uPetros kubo: “Guqukani ezonweni zenu nonke ngabanye, nibhaptizwe egameni likaYesu Krestu, ukuze nixolelwe izono zenu, nize namkele isipho soMoya oyiNgcwele.”
- Kananjalo nabani na othe wabiza igama leNkosi uya kusindiswa.
- Kwabonakala amadangatye angathi ziilwimi, laza lalelo idangatye lahlala kumntu ngamnye kubo. Bazaliswa ke bonke nguMoya oyiNgcwele, baza bathetha ngalwimi zimbi, njengoko uMoya wabaphayo.
- Nina niya kunikwa amandla, akufika kuni uMoya oyiNgcwele, nindingqinele ebantwini baseJerusalem, nabakulo lonke elakwaJuda, nabaseSamariya, kude kuse naseziphelweni zomhlaba.
- Imihla ngemihla babehlangana rhoqo endlwini kaThixo, babuye batye kunye emakhaya bechwayitile bebelezelana, bembonga uThixo, bamkelekile kubantu bonke. Mihla le uThixo wayelongeza inani labo ngabo basindiswayo.
Izihloko ezinxulumeneyo
uMoya oyiNgcwele
INkosi le ke nguMoya...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukuvangela
Thina kaloku sanikwa lo...
IPentekoste
Ekufikeni komhla wePentekoste babehlangene...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...