- UPetros wathetha wenjenje: “Ngenene ndiyaqonda ngoku ukuba uThixo akamkhethi wabuso bamntu. Nabani na, nokuba ngowaluphi na uhlanga, ukuba uyamhlonela uThixo, esenza okulungileyo, wamkelekile kuye.”
- Bâthetha ngaye bonke abashumayeli besithi wonke umntu ozinikelayo kuye uxolelwa izono zakhe ngamandla egama lakhe.
- Aba bantu bamkele uMoya oyiNgcwele njengoko samamkelayo nathi. Ngenene ke akukho namnye umntu ongalayo ukuba aba bantu babhaptizwe ngamanzi.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Ukuvangela
Thina kaloku sanikwa lo...
Isiprofeto
Ziphicotheni zonke izinto, nize...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Quqelani kokulungileyo, ingekuko okubi,khon' ukuze niphile,
naye uNdikhoyo, uThixo onamandla onke, abe phakathi kwenu,
njengoko nizingca ngaloo nto.
