
- Ke kaloku ibandla kulo lonke elakwaJuda naseGalili naseSamariya lazola, kungekho ntshutshiso. Laba nenkqubela, lakhula nangamanani, limhlonela uThixo, likhuthazwa nguMoya oyiNgcwele.
Izihloko ezinxulumeneyo
Icawa
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
Uxolo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukumoyika uThixo
Ukumthobela uNdikhoyo kukubuthiya ububi...
uMoya oyiNgcwele
INkosi le ke nguMoya...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Izinto zonke zadalwa ngaye; ngaphandle kwakhe akubangakho nto idaliweyo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Thina kaloku sanikwa lo myalelo yiNkosi:“ ‘Ndikumisele ukuba ube sisibane sokukhanyisela iintlanga,
ube yindlela yokusindiswa kwalo lonke elimiweyo.’”Ivesi elandelayo!