- Niyazi ukuba andinifihlelanga nto ebinokuba luncedo kuni, xa bendishumayela ndinifundisa esidlangalaleni nasemakhayeni enu.
- Kodwa kum ukuphila akubalulekanga ngaphezu kokuba ndilufeze ubizo lwam, ndiwugqibe umsebenzi endawunikwa yiNkosi wokuvakalisa iindaba ezimnandi zesisa sikaThixo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuvangela
Thina kaloku sanikwa lo...
Ukufunda
Ndokwazisa indlela omawuhambe ngayo...
Ubabalo
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Umsebenzi
Nayiphi na into eniyenzayo...
Ukuzingca
Musani ukusunduzana. Izinto sanukuzenza...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Nenkqu yothando ivela kuMhlekazi.Kaloku wena, Nkosi, uyazelelela,
umntu umvuza ngokwemisebenzi yakhe.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lungaziphatha kanjani ulutsha ukuze ihambo yalo ibe nyulu?Ngokuthobela ilizwi lakho.Ivesi elandelayo!
