- UPawulos wabachazela wathi: “Ubhaptizo lukaYohane lona lwalusalatha inguquko. Yena wayebaxelela abantu ukuba bazinikele kulowo wayesiza emva kwakhe; nguYesu ke lowo.”
- Bakuyiva le ntetho, babhaptizwa egameni leNkosi uYesu. UPawulos wababeka izandla, batsho bamamkela uMoya oyiNgcwele, baza bathetha iilwimi, belithetha ilizwi likaThixo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubhaptizo
Lukholo ke olunenze nangoonyana...
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
uMoya oyiNgcwele
INkosi le ke nguMoya...
Isiprofeto
Ziphicotheni zonke izinto, nize...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku yena uThixo akalotshijolo: akazange awulibale umsebenzi eniwenzileyo ngenxa yakhe, nothando enilubonakalise ngokulungiselela abantu bakhe – msebenzi lowo nisawuqhubayo unangoku.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wathi kuyo uYesu: “Hamba uhambe; ukholo lwakho lukuphilisile.”Yabona ke kwangoko, yamlandela uYesu endleleni apho.Ivesi elandelayo!
