Ndinixelele ezi zinto ukuze nibe noxolo, kuba nimanyene nam. Ehlabathini niya kubandezeleka; kodwa musani ukuxhalaba, kuba mna ndiloyisile ihlabathi.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukhuthazo
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Uxolo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukoyisa
Ndinixelele ezi zinto ukuze...
Umhlaba
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Umntu oyinonophelayo imfundiso uyaphumelela;ewe, yimihlali yodwa kokholosa ngoNdikhoyo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho,kuba yona ingumthombo wobomi.Ivesi elandelayo!