- Ke yena othe wawasela amanzi endiya kumpha wona mna, soze anxanwe naphakade. Amanzi endiya kumnika wona, aya kuba ngumthombo ompompoza kuye, emnika obona bomi bungenasiphelo.
- UThixo unguMoya; abo ke bamnqulayo kufuneka bamnqule ngoMoya benyanisekile.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Inguqu
Ke kaloku thina sonke...
Ukwamkela
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Inyaniso
Ngulowo uhambo ingenabala, owenza...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Masithi nca kwisivumo seli themba sinalo; kaloku unyanisekile lowo usithembisileyo.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ngoko ke ndinawe, sukoyika;ndinguThixo wakho, sukuphakuzela.
Ndiza kukomeleza ndikusize,
amandla am asindisayo akuxhase akukhusele.Ivesi elandelayo!