Ke ukuba kubi emehlweni enu ukumkhonza uNdikhoyo, khethani ngoku, ukuba nokhonza bani na nina, phakathi koothixo baseMesopotami booyihlo noothixo bama-Amori enimi kumhlaba wawo. Kodwa mna kunye nomzi wam, siya kukhonza uNdikhoyo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Izithixo
Bantwana bam, zilumkeleni izithixo!...
Ukulandela
Ewe, hambani ngokwemimiselo yonke...
Ukukhonza
Ngoko ke, mawethu athandekayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
“Kaloku ingcinga zam azifani nezenu,neendlela zenu azifani nezam,”
utsho yena uNdikhoyo!
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Waphendula ke esithi:“Ngaba umfazi angalulibala na usana lwakhe,
ade angavakalelwa ngowakhe umntwana?
Noba ke yena angade amlibale,
okokwam ke mna soze ndikufulathele,
kuba igama lakho ndilivambile,
ndilithe tyaba esandleni sam;
iindonga zakho zihlala zisemehlweni am.”Ivesi elandelayo!