Utsho uNdikhoyo onamandla onke ukuthi: ‘Wisani izigwebo ezinyanisekileyo, nenzelane ububele nenceba omnye nomnye. Musani ukubacinezela abahlolokazi neenkedama, ngokunjalo nabangeneleli kunye namahlwempu, ningayili ububi ezintliziyweni zenu omnye komnye.’

Izihloko ezinxulumeneyo
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Ummelwane
Owesibini ke ngulo: ‘Uze...
Ubulali
Bazeleleleni bonke abantu. INkosi...
Uvelwano
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Abahlolokazi
Bahlonele abahlolokazi; ndithetha abahlolokazi...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ke uNdikhoyo uya kuba ngukumkani wehlabathi jikelele. Ewe, ngaloo mini iya kuba nguNdikhoyo yedwa, igama lakhe libe kuphela kwagama elitshatsheleyo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho wonke,ungaze ungqiyame ngezakho iimbono.
Mkhumbule uNdikhoyo kuyo yonke ihambo yakho,
waye ke yena eya kukukhokela kuzo zonke iindlela zakho.Ivesi elandelayo!