Hlalani nithe qwa, nilumke! Kaloku ummangaleli wenu umtyholi ugquma njengengonyama. Uyajikeleza; uzingela umntu angamqwengayo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Iminqweno
Nantsi ke into endithetha...
Intshutshiso
Kambe intshutshiso yomfikela nawuphi...
Ukoyisa
Ndinixelele ezi zinto ukuze...
UMtyholi
Hlalani nithe qwa, nilumke!...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Waphendula wathi kuzo: “Lowo uneengubo ezimbini makanike ongenáyo. Nalowo unokutya makenjenjalo.”Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo,yaye ke yena uya kuziphumelelisa izicwangciso zakho.Ivesi elandelayo!