Anazi na ukuba abakhohlakeleyo abayi kubuxhamla ubuncwane bokulawulwa nguThixo? Musani ukulahlekiswa: abarheletyi, nabakhonza izithixo, nabakrexezayo, nabafebayo, nabangamadoda alalanayo, nabangamasela, nababawayo, nabangamanxila, nabathukayo, nabazizikrelemnqa, abanakubuxhamla ubuncwane bokulawulwa nguThixo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
UBukumkani
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Izithixo
Bantwana bam, zilumkeleni izithixo!...
Ukuhleba
Umntu onobugwenxa udala ingxabano...
Ukubawa
Umntu oyinyolukeleyo imali soze...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Sinalo ke uthando kuba thina sathandwa nguThixo kuqala.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Hayi ithamsanqa lomntu othembela ngoNdikhoyo,lowo ukholosa ngaye!
Unjengomthi otyalwe ngasemfuleni,
ongcambu zinabela emanzini.
Awoyiki naxa ilanga lishushu;
amagqabi awo ahlala eluhlaza.
Ngexesha lembalela awunaxhala;
uhlala uvelisa iziqhamo.Ivesi elandelayo!