Indoda mayimkholise umfazi wayo; nomfazi makenjenjalo endodeni yakhe. Umfazi akanagunya kowakhe umzimba; yindoda enalo. Kwangokunjalo ke nendoda ayinagunya kowayo umzimba; ngumfazi onalo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Umtshato
Umntu ofumene umfazi uzuze...
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Ngesondo
UThixo uthanda ukuba nibe...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Lowo uzinikelayo kuNyana kaThixo akagwetywa; kodwa lowo ungazinikeliyo selegwetyiwe, kuba engakholwa kuNyana kaThixo okuphela kwakhe.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Xa ufuna ukuviwa ngabo basemagunyeniphatha umngena-ndlwini xa uya kubo.Ivesi elandelayo!