Izihloko ezinxulumeneyo
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
USomandla
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Umbulelo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Iingqondo zenu zimiliseleni kwizinto zaphezulu, kungabi kwizinto zalo mhlaba.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa uNdikhoyo,akulondoloze.
Wanga angayindlezane kuwe uNdikhoyo,
usixhamle isisa sakhe.
Wanga angakwazelelela uNdikhoyo,
akwambathise uxolo.Ivesi elandelayo!