- 1 YEZIGANEKO 1
- 1 YEZIGANEKO 2
- 1 YEZIGANEKO 3
- 1 YEZIGANEKO 4
- 1 YEZIGANEKO 5
- 1 YEZIGANEKO 6
- 1 YEZIGANEKO 7
- 1 YEZIGANEKO 8
- 1 YEZIGANEKO 9
- 1 YEZIGANEKO 10
- 1 YEZIGANEKO 11
- 1 YEZIGANEKO 12
- 1 YEZIGANEKO 13
- 1 YEZIGANEKO 14
- 1 YEZIGANEKO 15
- 1 YEZIGANEKO 16
- 1 YEZIGANEKO 17
- 1 YEZIGANEKO 18
- 1 YEZIGANEKO 19
- 1 YEZIGANEKO 20
- 1 YEZIGANEKO 21
- 1 YEZIGANEKO 22
- 1 YEZIGANEKO 23
- 1 YEZIGANEKO 24
- 1 YEZIGANEKO 25
- 1 YEZIGANEKO 26
- 1 YEZIGANEKO 27
- 1 YEZIGANEKO 28
- 1 YEZIGANEKO 29
- Bambani ngazibini, kuba ulungile uNdikhoyo.
Kaloku izibele zakhe ziya kuhlala zikho ngonaphakade. - Kodwa kodwa kuxa ndingubani mna, beyintoni bona aba bantu bam, ukuba singade sibe nako ukukwenzela izinwe ngolu hlobo? Kaloku yonke into iphuma kuwe, ngoko ke nangoku sikunika kwaoko kuphuma esandleni sakho.
- Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke ubukhulu ndawonye namandla;
naso isidima sikwasesakho, ubungangamsha nobunewu-newu.
Kaloku zezakho zonke ezisezulwini,
kanti nezisemhlabeni ikwazezakho.
Ewe, Ndikhoyo, lolwakho ulawulo;
uyingqanga-ngqanga evelele konke jikelele. - Lufuneni kuNdikhoyo uncedo;
mfunen' aph' akhoyo ngawo onke amaxesha. - Isidima nobutyebi ziphuma kuwe;
wena ungumlawuli weento zonke.
Kulapho kwezo zandla zakho ukomelela ndawonye namandla.
Xa bebonke ubanike ubukhulu namandla.
Izihloko ezinxulumeneyo
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
USomandla
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Umbulelo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngaphezu kwazo zonke ezi zinto yongezani uthando, lona lubopha izinto zonke zibe yimbumba egqibeleleyo.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umzimba nentliziyo zingade ziphelelwe,wona amandla am nguThixo, ulibango lam naphakade.Ivesi elandelayo!