Izihloko ezinxulumeneyo
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
USomandla
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Umbulelo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Sinalo ke uthando kuba thina sathandwa nguThixo kuqala.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wena Thixo, unguThixo wam, ndithe swi nguwe.Umphefumlo wam uyakulangazelela.
Ndihlala ndizula-zula ndikufuna;
ndinxanele wena oku komhlaba obharhileyo.Ivesi elandelayo!