Izihloko ezinxulumeneyo
Ukusondela
Niyabona, uNdikhoyo uba nani...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Lwazibika udwayi, waluva uNdikhoyo,walukhupha kuzo zonke iinkxwaleko zalo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba sewucand' emanzini,mna ndiya kuba nawe;
noba sowuwela imilambo,
ayisoze ibe nako ukukukhukulisa;
nditsho sowucand' emlilweni, soze urhawuke;
amadangatye akanakukutshisa wena.Ivesi elandelayo!