Izihloko ezinxulumeneyo
Ukupha
Elowo ke makanikele kangangoko...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Isisa
Umntu ophayo uba nenkqubela...
Ukhuthazo
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Uvuyo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Musa ukwala nento elungileyo konelungelo ngayo,ngakumbi xa kusemandleni akho ukumnceda.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndikhoyo, wena unguThixo wam;ndosuka ndikuthuthe ndikudumise.
Kuthi mandikutyibele ndibongisele
ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo;
kaloku ngokuthembeka okukhulu
wena zonke uzifezekisile –
nditsho izicwangciso zakho zamandulo.Ivesi elandelayo!