- Kungenxa yale nto ke singethi mandla nje. Kaloku imo yethu entsha isuka ihlaziyeke ngokuhlaziyeka, nokuba imo yethu endala yona iya isonakala ngokonakala.
- Ewe, ezi mbandezelo zexeshana, zincinane zinjalo, zisilungiselela iwonga laphakade, elingenakulinganiswa nazo.
- Ngoko ke asilangazeleli zinto zibonwayo, silangazelela ezingabonwayo. Kaloku ezibonwayo izinto zezexeshana nje, kanti ezingabonakaliyo ziya kuhlala zihleli.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukhuthazo
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Ubuhle
Awumhle ngako, sithandwa sam!...
Ukwamkela
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Ukubandezeleka
Ngaphezu koko, siqhayisa nangeembandezelo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndikhokelele enyanisweni yakho, undifundise.Kaloku nguwe, Thixo, umkhululi wam;
ndihleli ndikulindele imini yonke.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ngoko ke, nokuba ndihamba kwiingxondorha ezimnyama,andinadyudyu.
Kaloku ungakum, wena Ndikhoyo;
isagweba sakho nebhunguza lakho lixhadi lam.Ivesi elandelayo!
