- Xa ke kanti, mawethu, izithembiso ezinje zenzelwa thina, masizenze sibe nyulu emzimbeni nasemphefumlweni, sibe ngcwele ngokuhlala simoyika uThixo.
- Kaloku ithi intlungu yakusetyenziswa nguThixo, izise inguquko esa ekusindisweni; akukho kuzisola ke ngoko. Kodwa intlungu yasehlabathini yona ibanga ukufa.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukusulungekiswa
Xa ke kanti, mawethu...
Ubungcwele
Xa ke kanti, mawethu...
Ukumoyika uThixo
Ukumthobela uNdikhoyo kukubuthiya ububi...
Izithembiso
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Ukukhathazeka
Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo...
Usizi
Uyaweva amalungisa akuzibika kuye...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndizimela ngaye, nguye ondisindisayo.Yinqaba yam, soze ndichukunyiswe.