Andithi na kaloku ndadalwa nguwe;
nditsho mna kanye lo!
Ewe, wandixonxa wandilunga-lungisa kwandisekumama.
Ndikubonga ndikubulela ngenxa yomntu endinguye,
ngenxa yokumangalisa nokukhwankqisa kwento endiyiyo.
Ewe, iyakhamnqisa kambe imisebenzi yakho.
Leyo ke into ndiyiqonde pheleleyo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Indalo
Ekuqaleni uThixo wadala izulu...
Imimangaliso
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umphefumlo
Niya kuthi ke nakumfuna...
Ubuhle
Awumhle ngako, sithandwa sam!...
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Dumisani
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Nantsi ke into endithetha yona kuni: Ukuba nikhokelwa nguMoya kaThixo, aniyi kuzenza izinto ezinqwenelwa sisimo esidala.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Mbonge uNdikhoyo, moya wam!Mandimbonge uNdikhoyo ngomxhelo wam wonke!Ivesi elandelayo!