Xa ndandisebunzimeni ndabhenela kuNdikhoyo,
waza yena wasabela wandihlangula.
waza yena wasabela wandihlangula.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukuxhomekeka
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho...
Umthuthuzeli
Makabongwe uThixo, uyise weNkosi...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndazibika kuNdikhoyo ndikuloo ngxingongo,ndalucela uncedo kuThixo wam.
Wandiva engqendeve ebhotwe lakhe,
savakala kuye isikhalo sam.