DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2014 Februwari 13,

EKAYAKOBI 1:5 - XHO96
Ke ukuba kukho bani uswele ubulumko, makabucele kuThixo. UThixo onobubele nesisa kubo bonke abantu, womnika.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Zingisani ukuthandaza, niphaphile, ninombulelo kuThixo.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Zondelelani ningatyhafi. Yibani nefuthe loMoya. Yikhonzeni iNkosi.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela