DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2017 Janyuwari 17,

UYOHANE 10:9 - XHO96
Ndim isango; othe wangena ngam wosindiswa. Wongena ephuma, atye anele.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Ke ukuba kukho bani uswele ubulumko, makabucele kuThixo. UThixo onobubele nesisa kubo bonke abantu, womnika.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Nantoni na ke eniyenzayo, nokuba niyathetha, nokuba niyenza, yenzeleni egameni leNkosi uYesu, nibulela uThixo uYise ngayo.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela