DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2018 Janyuwari 2,

KUMAHEBHERE 12:14 - XHO96
Hlalani ngoxolo nabo bonke abantu. Yibani nyulu, kuba ngaphandle kobunyulu akukho mntu uya kuyibona iNkosi.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Zingisani ukuthandaza, niphaphile, ninombulelo kuThixo.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Umyalelo endiniyala ngawo ngowokuba nithandane njengoko mna ndanithandayo.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela