
Xa nisenza ngokwemimiselo yam, niyithobela imiyalelo yam, ndiya kunipha imvula ngexesha, uze umhlaba wenu uvelise isivuno, nemithi ithwale iziqhamo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukuvuna
Ke uThixo obonelela umhlwayeli...
Ukuba nesiqhamo
Hayi ithamsanqa lomntu othembela...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Zingisani ukuthandaza, niphaphile, ninombulelo kuThixo.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu osifihlayo isono sakhe akabi nampumelelo;kambe ke yena osivumayo, ahlukane naso, wenzelwa inceba.Ivesi elandelayo!