![1 KAYOHANE 4:4 - XHO96](/images/simple/xho96/1-kayohane-4-4.png)
Ke nina, zihlobo zam, ningabantwana bakaThixo. Ninamandla kunabashumayeli abaxokayo. Kaloku lowo ninefuthe lakhe mkhulu kunalowo linefuthe lakhe ihlabathi.
Izihloko ezinxulumeneyo
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Ukoyisa
Ndinixelele ezi zinto ukuze...
USomandla
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke...
Isiprofeto
Ziphicotheni zonke izinto, nize...
Umhlaba
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Uthetha ngelizwi athi:“Phezani, ndim uThixo.
Ndizivelele izizwe;
nehlabathi ndilikrobele.”