
Ukuba uthe wavuma ngomlomo ukuba uYesu yiNkosi, wakholwa nangentliziyo ukuba uThixo wamvusa kwabafileyo, wosindiswa.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ukuthetha
Ukuthetha komntu kulawula ukuphila...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ukuvuma izono
Ngoko ke zivumeni izono...
Ukuvuma
Nawuphi na umntu ovumayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kulungile ukuzuza ubulumko kunokufumana igolide;kungcono ukukhetha ulwazi kunokwamkela isiliva.
Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Masitsho singenadyudyu ke sithi:“YiNkosi umncedi wam, andiyi koyika nto!
Angandenza ntoni umntu?”Ivesi elandelayo!