DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2023 Janyuwari 8

UYOHANE 15:26 - XHO96
Ndakuba ndifikile kuBawo, ndonithumela uMmeli onguMoya wenyaniso ovela kuBawo. Xa athe wafika yena, wongqina ngam.