
“Ewe, iintaba zingadilika,
ke zona iinduli zinyamalale,
kodwa izibele zothando lwam soze zinqamke kuwe,
nomnqophiso wam woxolo soze ushukume.”
Utsho ke yena uNdikhoyo okukhathaleleyo.
ke zona iinduli zinyamalale,
kodwa izibele zothando lwam soze zinqamke kuwe,
nomnqophiso wam woxolo soze ushukume.”
Utsho ke yena uNdikhoyo okukhathaleleyo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Uxolo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Umnqophiso
Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo...
Uvelwano
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ke yena wathi: “Kuthiwa: ‘Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangamandla akho ephela, nangengqondo yakho iphela; umthande ummelwane wakho kanye ngale ndlela uzithanda ngayo nawe.’ ”Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
UThixo ulihlathi nenqaba yethu;ngexesha leenkathazo uluncedo oluhlala lulungile.Ivesi elandelayo!