
Naxa nithandazayo, ukuba ninendawo ngakubani, mxoleleni, ukuze noYihlo osezulwini anixolele iziphoso zenu.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
UTata
Bufana nomzali kubantwana ububele...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Izinto zonke zadalwa ngaye; ngaphandle kwakhe akubangakho nto idaliweyo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kum uxabisekile ke kambe;yeka elo wonga, andikuthandi ngako!
Ndincam' izizwe ngenxa yakho;
ndinikezel' iintlanga, ndizuze wena.Ivesi elandelayo!