
Ezi ndaba zimnandi zolawulo lukaThixo ziya kushunyayelwa kulo lonke ihlabathi, zibe bubungqina kuzo zonke iintlanga, size ke sifike isiphelo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuvangela
Thina kaloku sanikwa lo...
Ukuphela kwexesha
Sanukuvuma nilahlekiswe mntu. Kaloku...
UBukumkani
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Umhlaba
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngoko ke masisebenzele ukulungelwa komntu wonke, ngalo lonke ixesha esinethuba ngalo, ngokukodwa usapho lwamakholwa.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndithe cwaka ndikholose ngoThixo;kaloku nguye yedwa ondikhululayo.Ivesi elandelayo!