
Njengokuphakama kwezulu emhlabeni
ziphakamile neendlela zam kunezenu,
kanti ke zikwanjalo neengcinga zam.
ziphakamile neendlela zam kunezenu,
kanti ke zikwanjalo neengcinga zam.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukucwangcisa
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo...
Ukuqonda
Khala kum, ndikuphendule, ndikwazise...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Mhla wavela umntu uzalwa ngunina ezé;mhla andulukayo uhamba kwangolo hlobo eze ngalo.
Kuko konke ukubulaleka kwakhe umntu apha emhlabeni
umka engaphathanga nto ngesandla sakhe.