DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2024 Meyi 20

INdumiso 54:4 - XHO96
Kodwa ke umncedi wam nguThixo,
umxhasi wam nguMhlekazi.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Wanga ke uThixo, umthombo wethemba, angáthi ngokukholwa kwenu anivuyise kakhulu, aniphe uxolo, ukuze ithemba lenu liye lisanda ngokwanda ngamandla oMoya oyiNgcwele.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Kaloku uThixo usibonakalisile isisa sakhe, ukuze asindise lonke uluntu. Ngaso safundiswa ukuzilumla kwizinto ezisahlukanisa noThixo, nakwiminqweno emibi. Sifundiswe nokuhlala singcathu sinyanisekile, nokuhlonela uThixo kobu bomi.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela