
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani yinto eninayo. Kaloku uThixo uthi: “Andiyi kukuyekela; ndingayi kukufulathela.”
Izihloko ezinxulumeneyo
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Ukuthanda izinto eziphathekayo
Kaloku zange size nanto...
Ityala
Izikrelemnqa ziboleka zingabuyisi, ke...
Ukwaneliseka
Ndiyazana nokuswela, kanti ke...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela, ahambe nani. Soze arhoxe, engasoze anilahle; ngoko ke yomelelani ningoyiki.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ilizwi lakho sisibane sendlela yam;liyandikhanyisela eluhambeni.Ivesi elandelayo!