DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2024 Agasti 28

ULUKA 5:32 - XHO96
Andizanga kubiza malungisa, ndize kubiza aboni, ukuba baguquke.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Egameni leNkosi yethu uYesu Krestu ndiyanibongoza, mawethu, ukuba nivane, nithethe nto-nye, kungabikho zimbambano phakathi kwenu. Manyanani nibe luqilima, nimxhelo mnye, ninazimvo zinye.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Alukho uloyiko apho kukho uthando, kuba uthando oluyondeleleneyo luyakugxotha ukoyika. Kaloku emntwini owoyikayo uthando alukayondelelani, kuba ukoyika kuhambisana nesohlwayo.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela