Ubabalo lweNkosi uYesu Krestu maluhlale nani nonke.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubabalo
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Umsindo kaNdikhoyo uza kade,kodwa ke yena ngumandla-makhulu.
Umntu owonileyo akaphuncuki kwisohlwayo sakhe.
Indlela yakhe sisivungu-vungu noqhwithela;
amafu luthuli lweenyawo zakhe.