
Wathatha isonka ke, wabulela, wasiqhekeza, wabanika esithi: “Ngumzimba wam lo onikelwa ngenxa yenu. Oku kwenzeleni ukundikhumbula.”
Izihloko ezinxulumeneyo
Isonka
Wathi kubo uYesu: “Ndim...
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Umbulelo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Musa ukuyilangazelela inzuzo yomntu okhohlakeleyo;ndaweni yaloo nto zicezele iindlela zakhe.
Kaloku ulisikizi kuNdikhoyo umntu olitshijolo;
kodwa abathe tye bangamathenjwa akhe.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndokwazisa indlela omawuhambe ngayo,utsho uNdikhoyo,
ndikufundise, ndikujonge.Ivesi elandelayo!