
Musani ukoyika, mhlambi omncinane, kuba kukholekile kuYihlo ukunamkelela kulawulo lwakhe olutsha.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uloyiko
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
UTata
Bufana nomzali kubantwana ububele...
UBukumkani
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Lwazibika udwayi, waluva uNdikhoyo,walukhupha kuzo zonke iinkxwaleko zalo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lowo uhleli ekhuselwe nguPhezukonke,uhlala esemthunzini kaSomandla.
Yena uya kuthi: “Ndikhoyo, ungumkhuseli wam;
uyinqaba yam, wena Thixo, ndiya kuthembela kuwe.”Ivesi elandelayo!