
Kaloku uNyana woLuntu selesiza, esebuqaqawulini boYise, enezithunywa zakhe. Akufika uya kubabuyekeza bonke ngabanye ngokwezenzo zabo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuza kwesibini
Nani ke ngoko hlalani...
Iingelosi
Ngaba ùba andinako ukumcela...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ibuyiselo
Nayiphi na into eniyenzayo...
UTata
Bufana nomzali kubantwana ububele...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Sinalo ke uthando kuba thina sathandwa nguThixo kuqala.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndikhoyo, wena unguThixo wam;ndosuka ndikuthuthe ndikudumise.
Kuthi mandikutyibele ndibongisele
ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo;
kaloku ngokuthembeka okukhulu
wena zonke uzifezekisile –
nditsho izicwangciso zakho zamandulo.Ivesi elandelayo!