
Kufuneka nizahlulele mna, nibe ngabam ndedwa, kuba kaloku ndim Ndikhoyo uThixo wenu, ndaye mna ndahlukile. Ndanahlula kwezi ntlanga, ukuze nina nibe ngabam ndedwa.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubungcwele
Xa ke kanti, mawethu...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ewe, Ndikhoyo, undigoca-gocile, uyandazi.Wena undazi ukusuka nokuhlala;
iingcamango zam uziqonda zingekaveli.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndithe cwaka ndikholose ngoThixo;kaloku nguye yedwa ondikhululayo.Ivesi elandelayo!