
Wasihlangula egunyeni lobumnyama, waza wasifudusela ekulawulweni nguNyana wakhe oyintanda, lo sifumene kuye inkululeko nokuxolelwa kwezono.
Izihloko ezinxulumeneyo
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
UMtyholi
Hlalani nithe qwa, nilumke!...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Igazi
Wasihlangula egunyeni lobumnyama, waza...
UTata
Bufana nomzali kubantwana ububele...
UMsindisi
Lunje ke olu thando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndikhokelele enyanisweni yakho, undifundise.Kaloku nguwe, Thixo, umkhululi wam;
ndihleli ndikulindele imini yonke.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
UNdikhoyo ukufuphi kwabo babhenela kuye,kwabo bamfuna benyanisekile.Ivesi elandelayo!