DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

EKAYAKOBI 4:10

Ukuba niyazithoba kuye uThixo, uya kuniphakamisa.
EKAYAKOBI 4:10 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Iintakana ezincinci azithengiswa zibe ntlanu na ngeesenti ezimbini? Kanti akukho nanye kuzo elityelweyo nguThixo. Kwaneenwele ezi zeentloko zenu zibaliwe zonke. Ke musani ukoyika: nixabisekile kuneentakana ezininzi nina.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Uxolo eniluphiwa nguKrestu malube lulo olugweba iintliziyo zenu, kuba uThixo wanibizela kolu xolo ukuze nibe ngamalungu omzimba omnye. Phuphumani ke ngumbulelo.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela