Sondelani kuThixo naye azokusondela kuni. Hlambani izandla zenu, nina bonindini! Nizenze nyulu iintliziyo zenu, nina bahanahanisi!

Izihloko ezinxulumeneyo
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukusulungekiswa
Xa ke kanti, mawethu...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Inguquko
Ukuba abantu bam abo...
Ukuvuma izono
Ngoko ke zivumeni izono...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ubabalo lweNkosi uYesu Krestu malube nani nonke.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kambe ke bona abakholosa ngoNdikhoyobosuka bahlaziyeke bomelele.
Bosuka bantinge baxel' ukhozi;
noba sebebaleka, soze badinwe;
ewe, baya kuhamba bangaze batyhafe.Ivesi elandelayo!