- Andithi kaloku uyamanelisa onxaniweyo,
aze amhluthise ngokulunga olambileyo! - Wathetha ngelizwi, baza baphila;
ewe, wabahlangula ekufeni.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Ukutya
Andithi kaloku uyamanelisa onxaniweyo...
Ukuphilisa
Wathi kuye uYesu: “Oo...
ILizwi likaThixo
Sonke isibhalo sinefuthe loMoya...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UNdikhoyo wozihlangula izicaka zakhe;bonke abakholose ngaye abayi kugwetywa.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba ungade ungadubuli umkhiwane,umdiliya ungabi nazo neziqhamo,
nokuba awungevelisi nto umnquma,
namasimi ngokwawo angabi nasivuno,
zingade zingabikho iigusha esibayeni,
nobuhlanti bungabi nazo nazinkomo,
ewe, khona kungade kube njalo,
kodwa mna ndochwayita kuNdikhoyo,
ndibe nemihlali kuThixo ondisindisayo.Ivesi elandelayo!
