Ndizimisele ukukulandela ngokupheleleyo;
ndincede ndingaze ndizidele iziyalo zakho.
ndincede ndingaze ndizidele iziyalo zakho.

Izihloko ezinxulumeneyo
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Nangoku wobuya uvelane nathi,izono zethu uzinyathele ngeenyawo,
uzilahle lee iziphoso zethu,
uzintywilisele enzulwini yolwandle.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho,kuba yona ingumthombo wobomi.Ivesi elandelayo!