DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

INdumiso 25:4

Ndibonise indlela yakho, Ndikhoyo;
ndifundise iindlela zakho.
INdumiso 25:4 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Qondani ngamahlungulu la. Wona akahlwayeli, engavuni nokuvuna; akanasisele, engenavimba; kanti noko uThixo uyawondla! Ke nina nibeke phi na ukuxabiseka kuneentaka!

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Kodwa kodwa kuxa ndingubani mna, beyintoni bona aba bantu bam, ukuba singade sibe nako ukukwenzela izinwe ngolu hlobo? Kaloku yonke into iphuma kuwe, ngoko ke nangoku sikunika kwaoko kuphuma esandleni sakho.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela