Ngoko ke hlalani niqulile. Bhinqani ngenyaniso; ninxibe ubulungisa ukukhusela isifuba. Ezinyaweni nxibani inkuthalo yokuhlala nichophele ukuvakalisa iindaba ezimnandi zoxolo. Ngamaxesha onke ukukholwa makube likhaka lenu; ngokholo noba nako ukuzicima zonke iintolo ezivuthayo zikaSathana.

Izihloko ezinxulumeneyo
Inyaniso
Ngulowo uhambo ingenabala, owenza...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Ukuvangela
Thina kaloku sanikwa lo...
Uxolo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UKrestu wasikhulula ukuze sibe ngabantu abakhululekileyo mpela! Ngoko ke yimani ngxishi ningahexi, ningavumi ukuphindela kwidyokhwe yobukhoboka.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndithe cwaka ndikholose ngoThixo;kaloku nguye yedwa ondikhululayo.Ivesi elandelayo!