Ndiyazana nokuswela, kanti ke futhi ndikuqhelile ukuba nento yonke. Ndiwaqhelile amahlandinyuka obomi: intlutha nendlala, ubutyebi nokuswela.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukwaneliseka
Ndiyazana nokuswela, kanti ke...
Ukutya
Andithi kaloku uyamanelisa onxaniweyo...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Ubuhlwempu
UYesu wathi kuye: “Ukuba...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kodwa ke mna ndiya kucula ndibonga amandla akho;ndiya kumemelela kwasekuseni,
kuba uthando lwakho luyamangalisa.
Kaloku wena uyinqaba yam,
ungumqolomba ngomhla wembandezelo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko;luphuma emlonyeni wakhe ulwazi nokuqonda.Ivesi elandelayo!