- Zingisani ukuthandaza, niphaphile, ninombulelo kuThixo.
- Yilumkeleni indlela eniziphatha ngayo phambi kwabo bangakholwayo, nilisebenzise kakuhle ithuba eninalo. Incoko yenu mayisoloko imnandi, inika umdla. Fundani ukucebisana kakuhle nomntu ngamnye enidibana naye.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umbulelo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ubulali
Bazeleleleni bonke abantu. INkosi...
Ubulumko
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko...
Ukuthetha
Ukuthetha komntu kulawula ukuphila...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Musa ukwala nento elungileyo konelungelo ngayo,ngakumbi xa kusemandleni akho ukumnceda.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umhlobo unothando ngamaxesha onke;ke yena umntakwenu uzalelwe ukuba nawe kwiimbandezelo.Ivesi elandelayo!
