Izihloko ezinxulumeneyo
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Umphefumlo
Niya kuthi ke nakumfuna...
Izithembiso
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukuphulaphula
Khumbulani le nto, zihlobo...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ekuqaleni uThixo wadala izulu nomhlaba. Kwakuselubala nje emhlabeni, kungekho nto ikhoyo. Inzonzobila yamanzi eyayigubungele konke yayithiwe gqume sisithokothoko sobumnyama. UMoya kaThixo wafukama phezu kwaloo manzi.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho,kuba yona ingumthombo wobomi.Ivesi elandelayo!